KUMAGALATI 2:21
KUMAGALATI 2:21 IBHAYIBHILE (XHO96)
Andifekethi ngesisa sikaThixo; kuba, ukuba umntu ebenokuba lilungisa phambi koThixo ngenxa yokugcina umthetho, loo nto ibiya kuthetha ukuba wafumana wafa uKrestu.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 2KUMAGALATI 2:21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Andilutshitshisi ubabalo lukaThixo; kuba, ukuba bungomthetho ubulungisa, oko uKristu angaba wafumana wafa.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 2KUMAGALATI 2:21 IBHAYIBHILE (XHO96)
Andifekethi ngesisa sikaThixo; kuba, ukuba umntu ebenokuba lilungisa phambi koThixo ngenxa yokugcina umthetho, loo nto ibiya kuthetha ukuba wafumana wafa uKrestu.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 2