KUMAGALATI 1:10
KUMAGALATI 1:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kuba ngoku ndithomalalisa abantu, ndithomalalisa uThixo, kusini na? Ndifuna ukukholisa abantu na? Ukuba ndingaba ndisakholisa abantu, ndingaba andingumkhonzi kaKristu.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 1KUMAGALATI 1:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngaba ndivakala ngathi ndifuna abantu babe ngakwicala lam na? Hayi, nguThixo kuphela endifuna abe ngakum. Niba ngaba ndizicengezela ebantwini? Ukuba bendizicengezela ebantwini, ngendingesiso isicaka sikaKrestu.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 1KUMAGALATI 1:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Kuba ngoku ndithomalalisa abantu, ndithomalalisa uThixo, kusini na? Ndifuna ukukholisa abantu na? Kuba, ukuba ndingaba ndisakholisa abantu, ndingaba andingumkhonzi kaKristu.
Yabelana
Funda KUMAGALATI 1