UEZRA 8:21
UEZRA 8:21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndamema inzilo apho emlanjeni ongumAhava, ukuba sizithobe phambi koThixo wethu, sizifunele kuye indlela ethe tye, thina, nentsapho yethu, nemfuyo yethu yonke.
Yabelana
Funda UEZRA 8UEZRA 8:21 IBHAYIBHILE (XHO96)
Khona apho ngakumlambo waseAhava ndamisela uzilo, ukuze sizithobe phambi koThixo wethu, simcele asithi jize ngohambo olukhuselekileyo, thina neentsapho zethu nako konke esinako.
Yabelana
Funda UEZRA 8