UEZRA 5:1
UEZRA 5:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ke kaloku abaprofeti, ooHagayi umprofeti, noZekariya unyana kaIdo, baprofeta kumaYuda abekwaYuda neYerusalem, egameni likaThixo kaSirayeli obekubo.
Yabelana
Funda UEZRA 5UEZRA 5:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku umshumayeli uHagayi *nomshumayeli uZakariya umzukulwana kaIdo babeshumayela kwaJuda naseJerusalem egameni likaThixo kaSirayeli ophezu kwabo.
Yabelana
Funda UEZRA 5