UEZRA 4:4 - Compare All Versions

UEZRA 4:4 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Abantu belo zwe bamana ukubaphelisa amandla abantu bakwaYuda, beboyikisa ekwakheni

UEZRA 4:4 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Zasuka ke ezo ntlanga zazibangqongile zabatyhafisa abantu bakwaJuda, zabenza boyika ukuwuqhuba umsebenzi wokwakha.

UEZRA 4:4 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Bandula abantu belozwe banqenisa izandla zabantu bakwa‐Juda, babaxaka ekwakeni

UEZRA 4:4 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Baza abantu belizwe bazenza buthathaka izandla zoonyana bakaYuda baza babaphazamisa ngesakhiwo.