UHEZEKILE 6:10
UHEZEKILE 6:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Baya kwazi ukuba ndinguYehova; andifumane ndathetha ndathi, Ndiya kubenza obu bubi kubo.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 6UHEZEKILE 6:10 IBHAYIBHILE (XHO96)
Baya kundazi ukuba mna ndinguNdikhoyo, andifananga ndabatyityimbisela umnwe ukuba ndiya kubahlisela esi sithwakumbe.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 6