UHEZEKILE 5:9
UHEZEKILE 5:9 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
ndenzè kuwe endingazanga ndikwenze, endingayi kubuya ndikwenze okunjalo, ngenxa yamasikizi akho onke.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 5UHEZEKILE 5:9 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ngenxa yamasikizi owenzileyo, kuwe ndiza kwenza into endingazange ndayenza ngaphambili, endingayi khuphinda ndiyenze nanini na.
Yabelana
Funda UHEZEKILE 5