Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UHEZEKILE 37:7-8

UHEZEKILE 37:7-8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ndaprofeta ngoko bendiwiselwe umthetho ngako; kwabakho isandi ndàkuprofeta; nanko kurhashaza, asondelelana amathambo, ithambo lasondela kwithambo lalo. Ndakhangela, nanko kukho imisipha kuwo, yamila inyama, kwaleka ulùsu luthabathela phezulu; umoya ke awabakho.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 37

UHEZEKILE 37:7-8 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ndashumayela ke njengoko ndandiyalelwe. Ndathi, ndisashumayela njalo, ndeva isandi esirhwashazayo, aza amathambo ahlangana, ithambo ladibana nelinye. Ndajonga kwaza kwavela imisipha nenyama kuwo, ambathiswa ngolusu, kodwa ayengekabi namoya.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 37

UHEZEKILE 37:7-8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ndaprofeta njengoko bendiwiselwe umthetho ngako; Ndithe ndingekaprofeti, kwavakala isandi, nanko kushukuma, esondela amathambo, ithambo kwelinye ethanjeni. Ndawabona, ndabona izihlunu nenyama kubonakala kuwo, lususu lwawagubungela ngaphezulu, kodwa kungekho mphefumlo kuwo.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 37

UHEZEKILE 37:7-8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ndaza ndaprofitesha njengokuba bendiyalelwa; kwasuka kwabako isandi ndakuprofitesha; kekaloku nanku ukungcangcazela, ati amatambo asondelana, itambo kwitambo lalo. Ndakangela ke, kekaloku nantsi imisipa nenyama inyukile pezu kwawo, yati intlonze yawagubungela ngapezulu; kodwa umoya ubungeko kuwo.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 37
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo