Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

UHEZEKILE 18:21

UHEZEKILE 18:21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ongendawo ke, xa athe wabuya ezonweni zakhe zonke azenzileyo, wayigcina yonke imimiselo yam, wenza ngokwesiko nangobulungisa, inene, uya kuphila; akayi kufa.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 18

UHEZEKILE 18:21 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Kodwa ukuba okhohlakeleyo uthe wazishiya izono zakhe, wahamba ngokwayo yonke imimiselo yam, wenza okulungileyo nobulungisa, akayi kufa, kodwa uya kubudla ubomi.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 18

UHEZEKILE 18:21 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kodwa ukuba umntu ongendawo uthe waguquka ezonweni zakhe zonke azenzileyo waza wayigcina yonke imiyalelo yam emisiweyo waza wenza ubulungisa nobulungisa, ngokuqinisekileyo uya kuphila, akayi kufa.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 18

UHEZEKILE 18:21 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa okohlakeleyo nxa aguqukayo kuzo zonke izono zake azenzileyo, ayigcine yonke imimiso yam, akwenze okufanelekileyo nokulungileyo, uya kudla ubomi ngenyaniso, akayi kufa.

Yabelana
Funda UHEZEKILE 18
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo