IEKSODUS 9:1
IEKSODUS 9:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
WAZA wati UYEHOVA ku‐Mosesi: Yiya ku‐Faro, utete naye, usiti: Utsho UYEHOVA, UTIXO wama‐Hebere, ukuti: Bandulule abantu bam, ukuze bandikonze.
Yabelana
Funda IEKSODUS 9IEKSODUS 9:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYehova kuMoses, Yiya kuFaro, uthethe naye, uthi, Utsho uYehova uThixo wamaHebhere, ukuthi, Bandulule abantu bam, baye kundikhonza.
Yabelana
Funda IEKSODUS 9IEKSODUS 9:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
*UNdikhoyo wabhekisa kuMosis wathi: “Yiya kukumkani waseJiputa, uthi kuye: ‘UNdikhoyo uThixo wamaHebhere uthethe wenjenje: “Khulula abantu bam, baye kundikhonza.”
Yabelana
Funda IEKSODUS 9