IEKSODUS 8:15
IEKSODUS 8:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uthe ke uFaro akuba nethuba lokuphefumla, wayenza lukhuni intliziyo yakhe, akabaphulaphula, njengoko watshoyo uYehova.
Yabelana
Funda IEKSODUS 8IEKSODUS 8:15 IBHAYIBHILE (XHO96)
Njengoko wayetshilo uNdikhoyo, ukumkani uthe akubona ukuba kukho isiqabu, waqal' emva ukuqaqadeka, akavuma ukubaphulaphula ooMosis noAron.
Yabelana
Funda IEKSODUS 8