Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IEKSODUS 7:3-4

IEKSODUS 7:3-4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ke mna ndiya kuyiqaqadekisa intliziyo kaFaro, ndiyandise imiqondiso yam nezimanga zam ezweni laseYiputa. Akayi kuniphulaphula uFaro. Ke mna iYiputa ndiya kuyisa isandla, ndiyikhuphe imikhosi yam, abantu bam oonyana bakaSirayeli, ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu

Yabelana
Funda IEKSODUS 7

IEKSODUS 7:3-4 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kambe ke ndiya kumqaqadekisa ukumkani, angavumi ukuwakhulula amaSirayeli noba sendiyiphinda-phinda kangakanani na imiqondiso nemimangaliso yam kwelaseJiputa. Ngoko ke ndiya kuba ngqongqo kwelaseJiputa, ndilohlwaye. Ke bona abantu bam amaSirayeli ndiya kubakhupha ngendlu yabo.

Yabelana
Funda IEKSODUS 7

IEKSODUS 7:3-4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ndiza kuyenza lukhuni intliziyo kaFaro ndize ndiyandise imiqondiso nemimangaliso yam kwilizwe laseYiputa. Akayi kuniphulaphula uFaro, ngoko ndabeka isandla sam phezu kweYiputa ndaza ndawakhupha amacebo am nohlanga lwam loonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa ngezigwebo ezikhulu

Yabelana
Funda IEKSODUS 7

IEKSODUS 7:3-4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nam ndiya kuyenza lukuni intliziyo ka‐Faro; ndandiya kwandisa imiqondiso yam nemimangaliso yam ezweni le‐Jipete. Koko u‐Faro engayi kunipulapula, ndandiya kubeka isandla sam pezu kwe‐Jipete, ndikupe imikosi yam, abantu bam abalusapo luka‐Sirayeli, elizweni le‐Jipete, ngemigwebo emikulu.

Yabelana
Funda IEKSODUS 7
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo