Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IEKSODUS 6:1

IEKSODUS 6:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uYehova kuMoses, Úya kukubona ngoku endiya kukwenza kuFaro, kuba ùya kubandulula, abagxothe ezweni lakhe ngesandla esithe nkqi.

Yabelana
Funda IEKSODUS 6

IEKSODUS 6:1 IBHAYIBHILE (XHO96)

Wathi ke uNdikhoyo kuMosis: “Uza kuyibona ke ngoku into endiza kuyenza kukumkani waseJiputa. Ngamandla am ndomnyanzela abakhulule aba bantu; enyanisweni ndiza kumenza abagxothe ngokwakhe emhlabeni wakhe.”

Yabelana
Funda IEKSODUS 6

IEKSODUS 6:1 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uYehova kuMoses, Uya kukubona ngoku endiya kukwenza kuFaro, kuba uya kubakhulula ngesandla esithe nkqi, abagxothe ezweni lakhe ngesandla esithe nkqi.

Yabelana
Funda IEKSODUS 6

IEKSODUS 6:1 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waza UYEHOVA wati ku‐Mosesi: Kaloku uya kubona oko ndiya kukwenza ku‐Faro; ngokuba ngesandla esinamandla eya kubandulula, nangesandla esinamandla eya kubagxota elizweni lake.

Yabelana
Funda IEKSODUS 6
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo