IEKSODUS 5:23
IEKSODUS 5:23 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuba ke oko ndaya kuthetha nokumkani ngenxa yakho, wabaphatha gadalala, ibe ke nawe awubahlanguli konke.”
Yabelana
Funda IEKSODUS 5IEKSODUS 5:23 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Kususela koko ndangenayo kuFaro, ndithetha egameni lakho, yena ubaphethe kakubi aba bantu; àkubahlangulanga nokubahlangula abantu bakho.
Yabelana
Funda IEKSODUS 5IEKSODUS 5:23 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kuba ke oko ndaya kuthetha nokumkani ngenxa yakho, wabaphatha gadalala, ibe ke nawe awubahlanguli konke.”
Yabelana
Funda IEKSODUS 5