Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IEKSODUS 4:14

IEKSODUS 4:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wavutha umsindo kaYehova kuMoses, wathi, Akanguye na umkhuluwa wakho uAron umLevi? Ndiyazi ukuba yena uyakwazi ukuthetha. Kananjalo nanko yena ephuma eza kukukhawulela; wókubona, avuye entliziyweni yakhe.

Yabelana
Funda IEKSODUS 4

IEKSODUS 4:14 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kwesi sithuba ke uNdikhoyo wacaphuka nguMosis, wathi: “Andithi kanene unomkhuluwa onguAron umLevi? Ndiyazi ukuba yena uyakwazi ukuthetha; nangoku nanko esiza kukuhlangabeza; futhi uya kuvuya gqitha akukubona.

Yabelana
Funda IEKSODUS 4

IEKSODUS 4:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wavutha umsindo kaYehova kuMoses, wathi, Akanguye na umkhuluwa wakho uAron umLevi? Ndiyazi ukuba uyakwazi ukuthetha kakuhle. Uyabona, uyeza kukukhawulela, kwaye xa ubona, uya kuvuya entliziyweni yakhe.

Yabelana
Funda IEKSODUS 4

IEKSODUS 4:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Yaza yavuta ingqumbo KAYEHOVA ngakuye u‐Mosesi, wati: u‐Arone um‐Levi asi nguye umkuluwe wako na? Ndiyazi ukuba uyacikoza ukuteta yena. Kananjalo, bona ke, seleya kupuma ukuza kukukaulela; ati akukubona, avuye intliziyo yake.

Yabelana
Funda IEKSODUS 4
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo