Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IEKSODUS 4:10

IEKSODUS 4:10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uMoses kuYehova, Camagu, Nkosi yam! Àndindoda imazwi maninzi nanini na, oko wathethayo kumkhonzi wakho lo; kuba ndingokuthetha kunzima, ndikwanzima nolwimi.

Yabelana
Funda IEKSODUS 4

IEKSODUS 4:10 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kambe ke uMosis waphendula uNdikhoyo wathi: “Hayi, Mhlekazi, kaloku andizange ndibe liciko ekuthetheni; ibe ke nangoku okoko wathethayo nam, andikwazi ukuthetha; ndilithintitha.”

Yabelana
Funda IEKSODUS 4

IEKSODUS 4:10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uMoses kuYehova, Camagu, Nkosi yam! Ke mna ndilulwimi olugudileyo, ndilulwimi olugudileyo.

Yabelana
Funda IEKSODUS 4

IEKSODUS 4:10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Waza wati u‐Mosesi KUYEHOVA: Ke, NKOSI! andinguye oliciko, kwa nexesha lapambili, nakuseloko utetileyo nesicaka sako; ngokuba ndingomlomo unzima, nolulwimi lukwa nzima.

Yabelana
Funda IEKSODUS 4
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo