IEKSODUS 36:3
IEKSODUS 36:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Bathabatha, ebusweni bukaMoses, yonke imirhumo ababeyizisile oonyana bakaSirayeli emsebenzini wenkonzo yengcwele ukuba yenziwe. Baye bona bezisa kuye imiso ngemiso iminikelo yokuqhutywa yintliziyo.
Yabelana
Funda IEKSODUS 36IEKSODUS 36:3 IBHAYIBHILE (XHO96)
UMosis wazigqithisela kubo zonke izinto zokusebenza ezazingumnikelo ovela kumaSirayeli ngeenjongo zokwakha *isibingelelo. Baza abantu bathi rhoqo ukuzisa iminikelo yabo ngeentsasa zonke.
Yabelana
Funda IEKSODUS 36