Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IEKSODUS 22:21

IEKSODUS 22:21 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Umphambukeli uze ungamxinzeleli phantsi, ungamxini; kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.

Yabelana
Funda IEKSODUS 22

IEKSODUS 22:21 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ningaze nimphathe kakubi nimcinezele umntu obhacele kwelakowenu. Kaloku nani ngokwenu naningababhaceli kwelaseJiputa.

Yabelana
Funda IEKSODUS 22

IEKSODUS 22:21 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Umphambukeli uze ungamqumbisi, ungamxini, kuba naningabaphambukeli nani ezweni laseYiputa.

Yabelana
Funda IEKSODUS 22

IEKSODUS 22:21 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Akuyi kumkataza owasemzini, akuyi kumucinezela kanjako; ngokuba nibe ningabasemzini ezweni le‐Jipete.

Yabelana
Funda IEKSODUS 22
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo