IEKSODUS 18:19
IEKSODUS 18:19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Kaupulapule ilizwi lam; ndokunika icebo, waye UTIXO eya kuba nawe. Yiba wena ngenxa yabantu pambi KWOTIXO, ukuba uzise indawo KUTIXO
Yabelana
Funda IEKSODUS 18IEKSODUS 18:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Phulaphula ngoko izwi lam, ndikuphe iqhinga; uThixo woba nawe. Wena yiba ngumlomo wabantu kuThixo, uzise izinto zabo kuThixo
Yabelana
Funda IEKSODUS 18IEKSODUS 18:19 IBHAYIBHILE (XHO96)
Khawuphulaphule ke ndikucebise; ngamana wakunceda ke uThixo. Into ofanelwe kukuyenza kukuzakuzelela abantu kuThixo, use imicimbi yabo kuye.
Yabelana
Funda IEKSODUS 18