Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IEKSODUS 16:8

IEKSODUS 16:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wathi uMoses, Niya kububona ekuthini uYehova aninike inyama ngokuhlwa, nidle isonka kusasa, nihluthe; ekubeni uYehova ekuvile ukukroka kwenu enimkrokrela ngako. Ke thina singoobani na? Anikrokreli thina, nikrokrela uYehova.

Yabelana
Funda IEKSODUS 16

IEKSODUS 16:8 IBHAYIBHILE (XHO96)

UMosis waqhuba wathi: “UNdikhoyo uza kunipha inyama, nitye ngokuhlwa, kanti nakusasa uza kunipha isonka, nitye nihluthe, kuba uzivile izikrokro zenu enimkhalazela ngazo. Kakade ke besingoobani thina? Hayi bo! Anikrokreli thina, nikrokrela uNdikhoyo!”

Yabelana
Funda IEKSODUS 16

IEKSODUS 16:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wathi uMoses, Ekuninikeni kukaYehova inyama ngokuhlwa, noyidla, woninika ngomso isonka nenyama; ngokuba uYehova uyakuva ukukrokra kwenu enikhala ngako. Kwaye siyintoni? anixhalabelanga thina, kodwa nimkhalazela uYehova.

Yabelana
Funda IEKSODUS 16

IEKSODUS 16:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wati kanjalo u‐Mosesi: Nxa UYEHOVA aya kunipa ngokuhlwa inyama ukuba nitye, ati kwakusa anipe isonka ukuba nihlute, kwoba ngokuba UYEHOVA evile ukuṙoṙa kwenu eniṙoṙa ngako ngakuye: kekaloku tina siyinto nina? akungakuti ukuṙoṙa kwenu, kungakuye UYEHOVA.

Yabelana
Funda IEKSODUS 16
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo