Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IEKSODUS 13:18

IEKSODUS 13:18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoko ke uThixo wawakhokela ngendlela yasentlango esinga kuLwandle oluBomvu. AmaSirayeli ke aphuma eJiputa exhobele imfazwe.

Yabelana
Funda IEKSODUS 13

IEKSODUS 13:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

UThixo wabazungulezisa abantu ngendlela yentlango yoLwandle oluBomvu.• Banyuka bexhobile oonyana bakaSirayeli, bevela ezweni laseYiputa.

Yabelana
Funda IEKSODUS 13

IEKSODUS 13:18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoko ke uThixo wawakhokela ngendlela yasentlango esinga kuLwandle oluBomvu. AmaSirayeli ke aphuma eJiputa exhobele imfazwe.

Yabelana
Funda IEKSODUS 13

IEKSODUS 13:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uThixo wabajikeleza abantu ngendlela yentlango yoLwandle oluBomvu; bemka ke oonyana bakaSirayeli ezweni laseYiputa.

Yabelana
Funda IEKSODUS 13

IEKSODUS 13:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa UTIXO wabazekelelisa abantu ngendlela yasentlango yolwandle olubomvu. Lwati usapo luka‐Sirayeli lwenyuka ezweni le‐Jipete luxo̔bile.

Yabelana
Funda IEKSODUS 13
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo