IEKSODUS 1:12
IEKSODUS 1:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Okukhona babacinezeláyo, kokukhona bandayo, kokukhona baphangalaláyo; bakruquka ngabo oonyana bakaSirayeli.
Yabelana
Funda IEKSODUS 1IEKSODUS 1:12 IBHAYIBHILE (XHO96)
Kambe ke, okukhona bawatshutshisayo amaSirayeli, yaba kokukhona andayo, alizalisa lonke ilizwe. Le meko ke yawenza ahlala exhaleni elingathethekiyo amaJiputa ngenxa yamaSirayeli.
Yabelana
Funda IEKSODUS 1