UESTERE 6:6
UESTERE 6:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wangena ke uHaman. Wathi ukumkani kuye, Makwenziwe ntoni na kwindoda, athanda ukuyibeka embekweni ukumkani? Wathi uHaman entliziyweni yakhe, Ukumkani angathanda ukubeka bani na embekweni agqithe mna?

UESTERE 6:6 IBHAYIBHILE (XHO96)
Akungena ke uHaman ukumkani wathi kuye: “Uthi makwenziwe ntoni ngomntu aziva efuna ukumwonga ukumkani?” Ke uHaman wacinga ngaphakathi kwakhe wathi: “Ngubani omnye ongawongwa ngukumkani ngaphandle kwam?”
UESTERE 6:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Wangena uHaman, wathi ukumkani kuye, Makwenziwe ntoni na kwindoda, athe ukumkani athanda ukuyibeka imbeko? Wathi uHaman entliziyweni yakhe, Ngubani na ukumkani angathanda ukubeka embekweni ngaphezu kwam?
UESTERE 6:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Waza u‐Hamani wangena. Wayesiti ukumkani kuye: Kuya kwenziwa nto nina kulondoda ukumkani ayitandayo imbeko yayo? Wandula u‐Hamani wati entliziyweni yake: Ngubanina atanda ukumkani ukumenzela imbeko ngapandle kwam?