UESTERE 6:1
UESTERE 6:1 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ngobo busuku, bemka àbabakho ubuthongo kukumkani; wathi maziziswe iincwadi zezikhumbuzo zemicimbi yemihla; zamana zileswa phambi kokumkani.
Yabelana
Funda UESTERE 6UESTERE 6:1 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ke kaloku ngobo busuku ukumkani waphuthelwa, waza ke wathi makuziswe incwadi yeembali zeengcombolo zolawulo lwakhe. Yeziswa ke, yafundwa esiva ukumkani.
Yabelana
Funda UESTERE 6