Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 8:6

INTSHUMAYELI 8:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

ngokuba yonke imicimbi inexesha nesigwebo; ngokuba ububi bomntu buba buninzi phezu kwakhe

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8

INTSHUMAYELI 8:6 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kaloku yonke into inexesha layo nendlela emayenziwe ngayo; kambe buninzi ububi obunokumhlela umntu

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8

INTSHUMAYELI 8:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba yonke into inexesha layo nesigwebo

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8

INTSHUMAYELI 8:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

ngokuba kuyo yonke imicimbi kuko ixesha nokugweba; ngokuba ububi bomntu bunzima pezu kwake.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo