Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 8:15

INTSHUMAYELI 8:15 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ndaluncoma ke mna uvuyo, ngokuba kungekho nto imlungeleyo umntu phantsi kwelanga, ngaphezu kokuba adle, asele, avuye; loo nto ithane mbende naye emigudwini yakhe, ngemihla yobomi bakhe amnikayo uThixo phantsi kwelanga.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8

INTSHUMAYELI 8:15 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngoko ke mna ndithi masonwabe, kuba ayikho enye into emfaneleyo umntu apha phantsi kwelanga ngaphandle kokuba atye asele azonwabele. Loo nto ke únokuyenza phakathi kwemizabalazo yakhe kobu bomi abuphiwe nguThixo kulo mhlaba.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8

INTSHUMAYELI 8:15 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ndaluncoma ke mna uvuyo, ngokuba akukho nto imlungeleyo umntu phantsi kwelanga, ngaphandle kokuba adle, asele, avuye; ngokuba buya kuba ngumsebenzi wakhe, ngemihla yobomi bakhe amnikayo uThixo phantsi kwelanga.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8

INTSHUMAYELI 8:15 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ndaza ndancoma imihlali, ngokuba kungeko nto elungele umntu ngapantsi kwelanga, kupela ukuba atye, asele, agcobe: ngokuba oku kuya kuhlala naye ngomzamo wake, ngemihla yobomi bake ayinikwa NGUTIXO ngapantsi kwelanga.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo