Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 8:12

INTSHUMAYELI 8:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Nakubeni umoni esenza okubi izihlandlo ezilikhulu, ayolule imihla yakhe, noko ndiyazi ukuba kuya kulunga kwabamoyikayo uThixo, kwaboyikayo ebusweni bakhe

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8

INTSHUMAYELI 8:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

Nakuba isikhohlakali singona nakalikhulu, siphile ixesha elide, noko ndiyazi ukuba izinto ziya kuhamba kakuhle kwabo bamoyikayo uThixo, abo bamhlonelayo.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8

INTSHUMAYELI 8:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kwanokuba umoni enze okubi izihlandlo ezilikhulu, yolule imihla yakhe, noko ndiyazi ukuba kuya kuba kuhle kwabamoyikayo uThixo, nabamoyikayo kakuhle

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8

INTSHUMAYELI 8:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Nakuba umoni enza okukohlakeleyo kalikulu, ahlaliswe kade, sendiyazi noko, ukuba kwoba kulungile kwabo bamoyikayo UTIXO, aboyikayo ebusweni bake

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo