Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 7:2

INTSHUMAYELI 7:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kulungile ukuya endlwini yesijwili kunokuya endlwini yemigidi; kuba oko kukuphela kwabantu bonke, aze ophilileyo akunyamekele ngentliziyo oko.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7

INTSHUMAYELI 7:2 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kungcono uye emzini onesililo kunokuya emzini onetheko, kuba kaloku ukufa sisiphelo sabantu bonke. Ngoko ke abantu ngebeyithathela ingqalelo le nto.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7

INTSHUMAYELI 7:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kulungile ukuya endlwini yobumnyama ngaphezu kokuya endlwini yemigidi; kuba kukuphela kwabantu bonke; yaye ophilayo uya kukubeka entliziyweni yakhe.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7

INTSHUMAYELI 7:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kulungile ukuya endlwini yesililo, ngapezu kwokuya endlwini yesidlo; ngokokuba oko kukukupela kwabantu bonke; woti ke opilileyo akubekele intliziyo yake.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo