Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 7:14

INTSHUMAYELI 7:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngomhla wentsikelelo chwayitha, nangomhla wobubi qonda kakuhle, ukuba naló, kwanjengalowa, wenziwe nguThixo, ngenxa enokuba umntu engafumani nto emva kwakhe.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7

INTSHUMAYELI 7:14 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngamathuba obumnandi yonwaba; ngemihla yobubi qonda kakuhle ukuba kwale njengaleya yenziwe nguThixo. Ngoko ke akukho mntu uyaziyo into eza kwenzeka kamva.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7

INTSHUMAYELI 7:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Vuyani ngomhla wentsikelelo, niqondele imini yobubi

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7

INTSHUMAYELI 7:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Uti emhleni wobutamsanqa ube nobuyolo, nasemhleni welishwa ugqale, — ukuba kwa lo njengawo nalowo uwenzile UTIXO, ngetuba lokuba umntu angafumani nto eya kuba ngasemva kwake.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo