Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 7:12

INTSHUMAYELI 7:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba ubulumko bungumthunzi, imali ingumthunzi; ke ukugqithisela kokwazi, kukuba ubulumko buyabasindisa abo banabo.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7

INTSHUMAYELI 7:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

umntu bumenza akhuseleke njengokuba nemali isenjenjalo. Ewe, naku ukubalasela kolwazi: ubulumko buyabukhusela ubomi balowo unabo.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7

INTSHUMAYELI 7:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba ubulumko buligwiba, imali iyindawo yokusabela, kodwa ingenelo yolwazi kukuba ubulumko buyabasindisa abo banabo.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7

INTSHUMAYELI 7:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba ubulumko sisikuselo, nemali sisikuselo nayo; kodwa indluliselo yokwazi, kukuba ubulumko bupilisa abanabo.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 7
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo