Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 5:2

INTSHUMAYELI 5:2 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Musa ukungxama ngomlomo wakho, intliziyo yakho ingaphangi ikhuphe ilizwi phambi koThixo; ngokuba uThixo usemazulwini, ke wena usehlabathini; ngenxa yoko amazwi akho makabe mancinane.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5

INTSHUMAYELI 5:2 IBHAYIBHILE (XHO96)

Qiqa phambi kokuba uthethe; musa ukungxama ukwenza izithembiso kuThixo. Kaloku yena usezulwini, ube ke wena ulapha emhlabeni; ngoko ke amazwi akho makabe mbalwa.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5

INTSHUMAYELI 5:2 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Musa ukungxama ngomlomo wakho, intliziyo yakho ingaphangi ukuthetha phambi koThixo; ngokuba uThixo usemazulwini, ke wena usehlabathini; ke ngoko amazwi akho kufuneka abe mancinane.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5

INTSHUMAYELI 5:2 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Unganxami ngomlomo wako, nentliziyo yako maingakaulezi ukuku̔pa into ebusweni BUKATIXO: ngokuba UTIXO esezulwini, kanti wena usemhlabeni: ngako oko maabe mancinane amazwi ako

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo