Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 5:19

INTSHUMAYELI 5:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kananjalo wonke umntu, athe uThixo wamnika ubutyebi nokuqweba, wamnika negunya lokudla kubo, athabathe isabelo sakhe, avuye emigudwini yakhe: sisipho sikaThixo eso.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5

INTSHUMAYELI 5:19 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ewe, umntu xa ephiwe ubutyebi nezinye izinto eziphathekayo, aze futhi uThixo amnike inyhweba yokuzixhamla ezo zinto, kufuneka akuxhamle enombulelo ukubulaleka kwakhe – kaloku eso sisipho esivela kuThixo.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5

INTSHUMAYELI 5:19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kananjalo wonke umntu, athe uThixo wamnika ubutyebi, wamnika negunya lokudla, adle, abone okulungileyo emisebenzini yakhe; sisipho esivela kuThixo.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5

INTSHUMAYELI 5:19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kanjalo bonke abantu abapiweyo NGUTIXO ubutyebi nendyebo, ukuba ubanikile amandla okudla kuzo, nokutabata isabelwa sabo, nokuvuya emzanyeni wabo, kusisipo SIKATIXO oku.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo