Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 5:12

INTSHUMAYELI 5:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Bumnandi ubuthongo bosebenzayo, nokuba incinane, nokuba ininzi into ayidlayo; ke intabalala yesityebi ayisivumeli ukuba silale buthongo.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5

INTSHUMAYELI 5:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

Umntu ophangelayo ulala athi yoyi, noba utya kancinci, okanye ke uyahlutha. Ke bona ubunewu-newu besityebi busitsho siphuthelwe.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5

INTSHUMAYELI 5:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Bumnandi ubuthongo bosebenzayo, nokuba incinane, nokuba ininzi into ayidlayo; ke bona ubutyebi besityebi abukulalisi.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5

INTSHUMAYELI 5:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Bumnandi ubutongo bosebenzayo, nokuba yinto encinane, nokuba yinto enkulu ayityayo; kodwa ubuninzi bosityebi abumvumeli ukuba alale ubutongo.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 5
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo