Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 4:9-10

INTSHUMAYELI 4:9-10 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kulungile ukuba babe ngababini kunokuba abe mnye, kuba banomvuzo olungileyo ngemigudu yabo. Ngokuba xa bathe bawa, omnye unokumphakamisa uwabo; yeha ke, yena oyedwa, othe wawa! kuba akukho wesibini wokumphakamisa.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 4

INTSHUMAYELI 4:9-10 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kungcono abasebenzi babe babini kunokuba abe mnye, kuba baba nengeniso eyiyo ngomsebenzi wabo. Kaloku xa omnye ethe wawa omnye unokuphakamisa ugxa wakhe. Mawoo ke lowo uyedwa xa athe wawa! Akukho bani unokumphakamisa.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 4

INTSHUMAYELI 4:9-10 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kulungile ukuba babe ngababini kunokuba abe mnye; ngenxa yokuba banomvuzo ngomsebenzi wabo. Kuba xa bathe bawa, omnye wothabatha iqabane lakhe; kodwa ngelishwa omnye akazange awe; ngokuba engenaye umphakamisa.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 4

INTSHUMAYELI 4:9-10 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ababini bagqitisele oyedwa; ngokuba benomvuzo olungileyo ngenxa yomzamo wabo. Ngokuba, nxa bawayo, omnye eya kupakamisa umlingane wake: kodwa au yena oyedwa owayo, kungeko nje owesibini ukuba amsukise!

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 4

INTSHUMAYELI 4:9-10

INTSHUMAYELI 4:9-10 XHO75INTSHUMAYELI 4:9-10 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo