Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 4:4

INTSHUMAYELI 4:4 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Kananjalo ndayiqonda ke mna yonke imigudu, nayo yonke impumelelo yomsebenzi, ukuba ingumona wokwanyelana. Kwanaloo nto ingamampunge, nokusukelana nomoya.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 4

INTSHUMAYELI 4:4 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ndafumanisa ukuba into eyenza abantu babulaleke bazabalaze kangaka kukuxhalela abamelwane. Kambe ke naleyo ngamampunge, nqwa nokusukelana nomoya.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 4

INTSHUMAYELI 4:4 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kananjalo ndayiqonda ke mna yonke imigudu, nayo yonke imisebenzi elungileyo, yokuba umntu abe nekhwele ngommelwane wakhe ngenxa yoko. Kwanamampunge nokusukelana nomoya.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 4

INTSHUMAYELI 4:4 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kanjako, ndagqala wonke umzamo, nako konke ukukutala emsebenzini, ukuba ngoko omnye unomona ngomnye. Oku kokungendawo nokukatazeka kwomoya nako.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 4
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo