INTSHUMAYELI 2:13
INTSHUMAYELI 2:13 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndabona ukuba ubulumko buyabugqitha ubuyatha, njengokuba ukukhanya kubugqitha ubumnyama.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 2INTSHUMAYELI 2:13 IBHAYIBHILE (XHO96)
Ndabona ukuba ubulumko buyakhetheka kunobutyhakala, kwanjengokuba ukukhanya kungcono kunobumnyama.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 2