Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 11:5

INTSHUMAYELI 11:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Njengokuba ungayazi ukuba yiyiphi na indlela yomoya, kwanjengokuyilwa kwamathambo esiswini somithiyo; ngokunjalo akusazi isenzo sika Thixo owenza izinto zonke.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 11

INTSHUMAYELI 11:5 IBHAYIBHILE (XHO96)

Njengoko ungayazi indlela yomoya, ungamazi nokuba wenziwa njani na umntu esizalweni sonina, kananjalo soze ukuqonde nokusebenza kukaThixo onguMdali weento zonke.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 11

INTSHUMAYELI 11:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kanye njengokuba ungayazi indlela yomphefumlo kwanendlela akhula ngayo amathambo esibelekweni somfazi omithiyo, ngokunjalo akuyazi imisebenzi kaThixo owenza zonke izinto.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 11

INTSHUMAYELI 11:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Njengokuba ungazi ukuba iyinina indlela yomoya, njengokuba ungazi amatambo asesizalweni somitiyo, kwa njalo akuwazi umsebenzi KATIXO okwenzayo konke.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 11

INTSHUMAYELI 11:5

INTSHUMAYELI 11:5 XHO75
Yabelana
Funda isahluko sonke
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo