Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

INTSHUMAYELI 1:8

INTSHUMAYELI 1:8 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Zonke izinto ziyazixhamla; umntu akanako ukuzithetha; alihlúthi iliso kukubona, ayizali indlebe kukuva.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 1

INTSHUMAYELI 1:8 IBHAYIBHILE (XHO96)

Yonke into yindebelefele yendinisa engathethekiyo: iliso liyabona, kodwa alaneli; kanti nendlebe iyeva, kodwa ayihluthi.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 1

INTSHUMAYELI 1:8 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Yonke into inomsebenzi; alihluthi iliso kukubona, nendlebe ayihluthi kukuva.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 1

INTSHUMAYELI 1:8 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Onke amazwi anokudinwa; uti umntu akohlwe kuwateta; iliso alincanyiswa kukubona, nendlebe ayizaliswa kukuva.

Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 1
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo