INTSHUMAYELI 1:11
INTSHUMAYELI 1:11 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Akukho kukhumbula abokuqala; nabasemva abaya kubakho, abayi kukhunjulwa ngabaya kuza emva kwabo.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 1INTSHUMAYELI 1:11 IBHAYIBHILE (XHO96)
Izinto zakudala azisakhunjulwa; ukanti ke nezi zanamhlanje izinto aziyi kwaziwa sisizukulwana esizayo.
Yabelana
Funda INTSHUMAYELI 1