IDUTERONOMI 8:5
IDUTERONOMI 8:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Uze wazi ngentliziyo yakho, ukuba njengoko umntu amqeqeshayo unyana wakhe, uYehova uThixo wakho uyakuqeqesha wena
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8IDUTERONOMI 8:5 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Qondani kaloku nizikise ukuba uNdikhoyo uThixo wenu uyaniqeqesha njengomzali eqeqesha abantwana bakhe.
Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8