Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IDUTERONOMI 8:3

IDUTERONOMI 8:3 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wakuthoba, wakulambisa, wakudlisa imana,• into obungayazi, ababengayazi nooyihlo; ukuze akwazise ukuba akaphili ngasonka sodwa umntu; umntu lo yena uphila ngento yonke ephuma emlonyeni kaYehova.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8

IDUTERONOMI 8:3 IBHAYIBHILE (XHO96)

Wanithoba eniyekela ngendlela, waza kananjalo wanipha *imana, kutya oko naningakwazi, nina ngokunjalo nooyihlo-mkhulu. Le nto ke wayenza kuba efuna niqonde nazi ukuba ubomi bomntu abuxhomekanga kutyeni kuphela, koko buxhomekeke kuwo onke amazwi kaNdikhoyo.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8

IDUTERONOMI 8:3 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wakuthoba, wakulambisa, wakudlisa imana obungayazi, ababengayazi ooyihlo; ukuze akwazise ukuba akaphili ngasonka sodwa umntu, uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaYehova.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8

IDUTERONOMI 8:3 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Wakutoba ke, wakulambisa, waza wakudlisa imana, into ubungayazi, abebengayazi noyihlo bako; ukuze akwazise ukuba akungaso isonka sodwa apilayo umntu, koko kungako konke okupumayo emlonyeni KAYEHOVA apilayo umntu.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo