Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IDUTERONOMI 8:18

IDUTERONOMI 8:18 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Uze umkhumbule uYehova uThixo wakho, ngokuba nguye okunika amandla okuzuza ubutyebi; ukuze awumise umnqophiso wakhe abewufungele ooyihlo, njengoko kunjalo namhla.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8

IDUTERONOMI 8:18 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ngokutsho noba nilibele ukuba nguNdikhoyo uThixo wenu onithe jize ngobutyebi. Le nto ke uyenza kuba ezinzisa umnqophiso awawenzayo nooyihlo-mkhulu ngesifungo.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8

IDUTERONOMI 8:18 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Uze umkhumbule ke uYehova uThixo wakho, ngokuba nguye okunika amandla obutyebi, ukuba awumise umnqophiso wakhe abewufungele ooyihlo, njengoko kunjalo namhla.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8

IDUTERONOMI 8:18 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Kodwa uya kukumbula UYEHOVA, UTIXO wako, ukuba nguye okunikayo amandla okwenza ubutyebi; ukuze aluqinise ucebano lwake, abefungela oyihlo bako ngalo njengokuba kunjalo namhla nje

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo