Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IDUTERONOMI 8:16

IDUTERONOMI 8:16 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

owakudlisa imana entlango, into ababengayazi ooyihlo, ukuze akuthobe, akulinge, ukuba akwenzele okulungileyo ekupheleni kwakho

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8

IDUTERONOMI 8:16 IBHAYIBHILE (XHO96)

Kaloku apho entlango wanondla *ngemana, ukutya okwakungaziwa, kungazange kutyiwe nangooyihlo-mkhulu. Wanithoba ngokunilinga ngezo meko zinjalo, khon' ukuze ekugqibeleni anithamsanqele ngezinto ezintle!

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8

IDUTERONOMI 8:16 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

owakudlisa imana entlango, ababengayazi ooyihlo, ukuze akuthobe, akulinge, akwenzele okulungileyo ekupheleni kwakho

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8

IDUTERONOMI 8:16 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

owakudlisayo imana entlango, into bebengayazi oyihlo bako, ukuze akutobe, nokuze akulinge, ukuba akwenzele okulungileyo ekupeleni kwako

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 8
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo