Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IDUTERONOMI 7:7

IDUTERONOMI 7:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Akungabuninzi benu kunezinye izizwe zonke, le nto athene nca nani uYehova, waninyula; kuba nimbalwa kunezinye izizwe zonke.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7

IDUTERONOMI 7:7 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Ke kaloku uNdikhoyo akathanga nca nani waninyula kuba nibaninzi kunezinye izizwe; hayi, kaloku nanisesona sizwe sincinci ehlabathini liphela.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7

IDUTERONOMI 7:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

uYehova akanithandanga yaye akaninyulanga, ngenxa yokuba naningaphezu kweentlanga zonke; ngokuba ubuyena umncinci kubo bonke abantu.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7

IDUTERONOMI 7:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Akungenxa yokuba baninzi kwenu ngapezu kwabo bonke abantu, anamatele kuni UYEHOVA, waniqasha; ngokuba nibe ningabancinane kubo bonke abantu

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo