Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IDUTERONOMI 7:6

IDUTERONOMI 7:6 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba ningabantu abangcwele kuYehova uThixo wakho; úninyule uYehova uThixo wakho, ukuba nibe ngabantu abayinqobo kuye, kunabantu bonke abaphezu komhlaba.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7

IDUTERONOMI 7:6 IBHAYIBHILE (XHO96)

Le nto ke noyenza kuba kaloku nina niyimilowo kaNdikhoyo uThixo wenu. Kaloku kuzo zonke izizwe zehlabathi uNdikhoyo uThixo wenu uninyulele ukuze nibe ngabantu abalibango lakhe elilodwa.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7

IDUTERONOMI 7:6 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Ngokuba uluhlanga olungcwele kuYehova uThixo wakho; uYehova uThixo wakho uninyule ukuba nibe ngabantu bakhe abakhethekileyo ngaphezu kwezizwe zonke zehlabathi.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7

IDUTERONOMI 7:6 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba ningabantu abangcwele nina KUYEHOVA, UTIXO wenu: nina uniqashile UYEHOVA, UTIXO wenu, ukuba nibe ngabantu abanqabileyo kuye, ngapezu kwabo bonke abantu abasebusweni bomhlaba.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo