Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IDUTERONOMI 7:14

IDUTERONOMI 7:14 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Wósikeleleka ngaphezu kwezizwe zonke; akusayi kubakho nto ingázaliyo, nokuba yindoda nokuba ngumfazi kuwe; nasezinkomeni zakho ayisayi kubakho.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7

IDUTERONOMI 7:14 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ehlabathini liphela akuyi kubakho sizwe sithamsanqeleke njengani. Phakathi kwenu soze abekho umntu ngokunjalo nemfuyo engazaliyo.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7

IDUTERONOMI 7:14 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Wosikeleleka ngaphezu kweentlanga zonke; akusayi kubakho nto ingazaliyo, nasezinkomeni zakho

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7

IDUTERONOMI 7:14 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Uya kutanyusanqelwa pezu kwabantu bonke; akuyi kubako pakati kwenu udlolo nodlolokazi, napakati kwenkomo zako.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 7
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo