Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IDUTERONOMI 4:7

IDUTERONOMI 4:7 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Ngokuba luluphi na uhlanga olukhulu, oluthixo usondeleyo kúlo, njengoYehova uThixo wethu, ekumbizeni kwethu konke?

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 4

IDUTERONOMI 4:7 IBHAYIBHILE (XHO96)

Sisiphi na esinye isizwe esikhulu kangangokuba *uthixo waso abe kufutshane kuso njengoko uNdikhoyo uThixo wethu esondele kuthi xa simthandaza?

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 4

IDUTERONOMI 4:7 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Kuba luluphi uhlanga olukhulu uThixo asondele kulo, njengoko uYehova, uThixo wethu, esondele kulo naphi na apho simbiza khona?

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 4

IDUTERONOMI 4:7 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Ngokuba lulupina uhlanga olukulu olunaye utixo ekufupi kulo, NJENGOYEHOVA, UTIXO wetu, ngako konke esimbizelayo?

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 4
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo