Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IDUTERONOMI 30:12

IDUTERONOMI 30:12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Awusezulwini, ukuba uthi, Ngubani na oya kusinyukela ezulwini, asithabathele siwuve, siwenze?

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 30

IDUTERONOMI 30:12 IBHAYIBHILE (XHO96)

Awukho phezulu esibhakabhakeni, ukuba ningade nikhale, nithi: ‘Yaz'ba ngubani na oya kunyuka aye esibhakabhakeni asithobele wona uze kuthi, khon' ukuze sibe nokuwuva siwenze?’

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 30

IDUTERONOMI 30:12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Awukho emazulwini, apho ningathi, Ngubani na oya kusinyukela emazulwini, asithabathele, ukuze sive, siwugqibe?

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 30

IDUTERONOMI 30:12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Awusezulwini, ukuba utsho ukuti: Ngubanina oya kusinyukela aye ezulwini, asitabatele wona, ukuze siwuve, siwenze?

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 30
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo