Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IDUTERONOMI 26:19

IDUTERONOMI 26:19 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

aniphakamise ngaphezu kweentlanga zonke azenzileyo, ukuba nibe yindumiso, negama, nendili; nibe ngabantu abangcwele kuYehova uThixo wenu, njengoko wakuthethayo.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 26

IDUTERONOMI 26:19 IBHAYIBHILE (XHO96)

Ke yena uya kuniphakamisa, nibe ngaphezu kwazo zonke izizwe awazidalayo, khon' ukuze nityibele nibonga nilizisele udumo nesithozela igama lakhe. Ngenene niya kuba ngabantu bakaNdikhoyo uThixo wenu ngokomlomo wakhe.”

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 26

IDUTERONOMI 26:19 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

aniphakamise ngaphezu kweentlanga zonke azenzileyo, ngendumiso, negama, nembeko; nibe ngabantu abangcwele kuYehova uThixo wenu, njengoko wakuthethayo

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 26

IDUTERONOMI 26:19 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

ukuze akubeke pezulu pezu kwazo zonke intlanga azenzileyo, eludunyisweni, nasegameni, nasebungcwaliseni; nokuze ube ngabantu abangcwele KUYEHOVA, UTIXO wako, njengokuba etshile.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 26
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo