Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

IDUTERONOMI 22:5

IDUTERONOMI 22:5 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)

Impahla yendoda ize inganxitywa yinkazana, nendoda ize ingazinxibi iingubo zenkazana; ngokuba bangamasikizi kuYehova uThixo wakho bonke abenza ezo zinto.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 22

IDUTERONOMI 22:5 IBHAYIBHILE (XHO96)

“Abafazi mabanganxibi iimpahla zamadoda, ngokunjalo namadoda makangazinxibi iimpahla zabafazi, kuba abantu abenza imikhuba elolo hlobo banezothe kuNdikhoyo uThixo wakho.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 22

IDUTERONOMI 22:5 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)

Umfazi makanganxibi iimpahla zendoda, nendoda ize inganxibi ingubo yenkazana; ngokuba bangamasikizi kuYehova uThixo wakho bonke abenza loo nto.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 22

IDUTERONOMI 22:5 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)

Isivato sendoda asiyi kubako pezu kwomfazi, kanjalo indoda ayiyi kwambata ingubo yomfazi: ngokuba beyintshontsho KUYEHOVA, UTIXO wako, bonke abenje njalo.

Yabelana
Funda IDUTERONOMI 22
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo